album cover
Impilo
album cover
00:05
00:20
00:30
00:40
01:15
01:20
01:25
05:10
00:00
05:20
Past 7 Days
Impilo was discovered most frequently at around 1 minutes and 20 seconds into the song during the past week

Music Video

Music Video

Lyrics

Ndashiy' izinto zami
Ndashiy' abazali bam
Ndikhangelana nobomi bam
Mmmh, mmmh, impilw' inzima
Mmmh, mmmh, impilw' inzima
Ndashiy' izinto zami
Ndashiy' abazali bam
Ndikhangelana nobomi bam
Mmmh, mmmh, impilw' inzima
Mmmh, mmmh, impilw' inzima
Impilw' inzima ifuna abomeleleyo
Impilw' inzima ifuna abamoleleyo
Batsh' abadala ifuna abomeleleyo
Batsh' abadala ifuna abomeleleyo
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Ndatshintsha tshintsha umqondo wam
A kuya le na lena
Vula ingqondo yami
Vula amehlo ami
Ndamane ndenjenje ndifezeke
Ndamane ndenjenje ndifezeke
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh, mmmh, impilw' inzima
Impilw' inzima ifuna abomeleleyo
Impilw' inzima ifuna abamoleleyo
Batsh' abadala ifuna abomeleleyo
Batsh' abadala ifuna abomeleleyo
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Impilw' inzima ifuna abomeleleyo
Impilw' inzima ifuna abamoleleyo
Batsh' abadala ifuna abomeleleyo
Batsh' abadala ifuna abomeleleyo
Impilw' inzima ifuna abomeleleyo
Impilw' inzima ifuna abamoleleyo
Batsh' abadala ifuna abomeleleyo
Batsh' abadala ifuna abomeleleyo
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Mmmh mmmh mhh mhhh
Written by: Bulelwa Mkutukana, M. Thebe, R Malinga
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...