album cover
Nomathemba
album cover
Nomathemba è stato pubblicato il 9 agosto 2023 da Tox Music come parte dell'album Nomathemba - Single
Released9 agosto 2023
EtichettaTox Music
BPM137
Melodicità
Acousticità
Valence
Ballabilità
Energia

Video musicale

Video musicale

Testi

Hayi sumbulala ngumuntu ka Jehova lona, sumbulala
Nom'esekhala uyaqhubeka uyambulala
Nom'eselil'uNomathemba, wena uyaqhubeka uyambulala
 
Uyambulala, haa uyathakatha (Bambulele uNomathemba iyoo haa, iyoo haa, iyoo haa)
Hai bo bambulele (Bambulele uNomathemba iyoo haa)
Hai sebeth'uyathakatha, sebeth'uyathakatha (Iyoo haa, iyoo haa)
Hai bo bambulele, hai bo Nomathemba (Bambulele uNomathemba iyoo haa)
Sebeth'uyathakatha, sebeth'uyathakatha (Iyoo haa, iyoo haa)
Hai bo bambulele (Bambulele uNomathemba iyoo haa)
Hai sebeth'uyathakatha, sebeth'uyathakatha (Iyoo haa, iyoo haa)
Hai bo bambulele, uNomathemba (Bambulele uNomathemba iyoo haa)

Bambulele, hai uNomathemba (Bambulele uNomatheba iyoo haa)
Hai sebeth'uyathakatha, sebeth'uyathakatha (Iyoo haa, iyoo haa)
 
Lomama umbulalayo unabantwana
Uzoshiya abantwana bakhe bezi ntandane
Nom'esekhala uyaqhubeka uyamdlwengula, uphinde umbulal'uNomathemba
 
Bambulele (Bambulele uNomathemba iyoo haa)
Hai sebeth'uyathakatha, sebeth'uyathakatha (Iyoo haa, iyoo haa)
Hai bo bambulele, uNomathemba (Bambulele uNomathemba iyoo haa)
Hai sebeth'uyathakatha, hai bo sebeth'uyathakatha (Iyoo haa, iyoo haa)
Hai bo bambulele, uNomathemba (Bambulele uNomathemba iyoo haa)
Hai sebeth'uyathakatha, sebeth'uyathakatha (Iyoo haa, iyoo haa)
 
Hai bo bambulele, uNomathemba, hai bo, hai bo, hai bo, hai bo, hai bo, hai bo (Bambulele uNomathemba iyoo haa)
Hai bo sebeth'uyathakatha (Iyoo haa, iyoo haa)
Wu wu wu wu wu (Wu wu wu wu wu wu wu wu)
Hai siyanqanda amadoda (Wu wu wu)
Kwenzenjani na emhlabeni? (Wu wu wu)
 
Wu wu wu wu wu (Wu wu wu wu wu wu wu wu)
Siyanqanda, siyanqanda (Wu wu wu)
Kwenzenjani madoda? (Wu wu wu)
Kwenzenjani emhlabeni? (Wu wu wu)
 
Hai bo bambulele, uNomathemba (Bambulele uNomathemba iyoo haa)
Hai sebeth'uyathakatha, sebeth'uyathakatha (Iyoo haa, iyoo haa)
Hai bo bambulele, uNomathemba (Bambulele uNomathemba iyoo haa)
Hai sebeth'uyathakatha, hai sebeth'uyathakatha (Iyoo haa, iyoo haa)
Hai bambulele
Written by: Betusile Mcinga
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...