크레딧

실연 아티스트
Mnqobi Nxumalo
Mnqobi Nxumalo
실연자
작곡 및 작사
Mnqobi Nxumalo
Mnqobi Nxumalo
작사가 겸 작곡가

가사

Phezu Komhlaba amazwe ngamazwe
Phezu Komhlaba izizwe ngezizwe
Apho iintetho zahlukahlukayo
Apho maninz’amasikw’enziwayo
Kodwa nangona zahlukahlukayo
Kukho iindawo zihlangana ngayo
Zonke izizwe zihlel’ezozweni
Zonke izizwe zotshon’ekufeni
Apha ngaphansi uncedo
Apha ngaphansi ubomi abukho
Phaya phezulu silangazelela
Apho umncedi waboni wovela
Yesu inguwe onokuphilisa
Yesu inguwe onokusindisa
Sesithembele kwawakho amandla
Sisebambile esakho isandla
Wena wafela aboni bomhlaba
Wena wazisa izizwe
Yiba nodumo kumazwe ngamazwe
Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe
Yiba nodumo kumazwe ngamazwe
Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe
Yiba nodumo kumazwe ngamazwe
Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe
Yiba nodumo kumazwe ngamazwe
Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe
Yiba nodumo kumazwe ngamazwe
Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe
Written by: Mnqobi Nxumalo
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...