Создатели
ИСПОЛНИТЕЛИ
Keenan Meyer
Фортепиано
Zoë Modiga
Ведущий вокал
Viwe Mkizwane
Акустическая бас-гитара
Sphelelo Mazibuko
Барабаны
Thomas Dyani
Барабаны
МУЗЫКА И СЛОВА
Miriam Makeba
Автор песен
ПРОДЮСЕРЫ И ЗВУКОРЕЖИССЕРЫ
BandaBanda
Ассоциированный продюсер
Keith Lewis
Миксинг-инженер
Peter Auret
Инженер звукозаписи
Слова
Baxabene ooxam (Oh ha)
Bexabene ngengxoxo (Oh ha)
Bexakwe yingxubaxaka (Ngxubaxaka)
Baxabene ooxam (Oh ha)
Bexabene ngengxoxo (Oh ha)
Bexakwe yingxubaxaka (Ngxubaxaka)
Hayi ke legqi iqheya laxing'eqhingeni (Oh ha)
Beliqada babo ngeqotho leqhude (Ngeqotho leqhude)

Hayi ke legqi iqheya ke laxing'eqhingeni (Oh ha)
Beliqada ke ngeqotho leqhude (Ngeqotho leqhude)
Hayi ke legqi iqheya ke laxing'eqhingeni (Oh ha)
Beliqada ke ngeqotho leqhude (Ngeqotho leqhude)
Hayi baxabene ooxam (Oh ha)
Bexabene
Written by: Miriam Makeba