Видео
Видео
Создатели
ИСПОЛНИТЕЛИ
Kelvin Momo
Программирование
Babalwa M
Вокал
Makhanj
Вокал
МУЗЫКА И СЛОВА
Kelvin Thato Letwaba
Композитор
Babalwa Mavuso
Автор песен
Mbali Makhanya
Автор песен
ПРОДЮСЕРЫ И ЗВУКОРЕЖИССЕРЫ
Kelvin Thato Letwaba
Продюсер
Слова
[Intro]
Ndibona wen' emaphupeni
Ndikulindile nasekuseni
Ndicel'uze la kimi
Ziveze kimi
Ndifun' uk'bona undibambe eb'sweni
[Verse 1]
Ndibona wen' emaphupeni
Ndikulindile nasekuseni
Ndicel'uze la kimi
Ziveze kimi
Ndifun' uk'bona undibambe eb'sweni
[Verse 2]
Ndicinga ngawe
Njalo imihla yonke
Ndicinga ngawe
Njalo imihla yonke
[Verse 3]
Bayazi nabadala
Umasibulisana
Kudala ndithi iza aphapha
Bayazi nabadala
Umasibulisana
Kudala ndithi iza aphapha
[Verse 4]
Dali wami
Andikwazi nokulala
Ndivuswa ngamaphupho ngawe
Ndifis' ukuhlala nawe
[Verse 5]
Ungenza ngibe namahloni
Ngiyamoyiza, ngiyacwayiza
Ungenza ngibe namahloni
Ngiyacwayiza, ngiyamoyiza
[Verse 6]
Dali wami
Andikwazi nokulala
Ndivuswa ngamaphupho ngawe
Ndifis' ukuhlala nawe
Ungenza ngibe namahloni
Ngiyamoyiza
[Verse 7]
Ndibona wen' emaphupeni
Ndikulindile nasekuseni
Ndicel'uze la kimi
Ziveze kimi
Ndifun' uk'bona undibambe eb'sweni
[Verse 8]
Ndibona wen' emaphupeni
Ndikulindile nasekuseni
Ndicel'uze la kimi
Ziveze kimi
Ndifun' uk'bona undibambe eb'sweni
[Verse 9]
Ndikhulule, khulule
Abaningi bayangiphazamisa
Khulule, khulule
Abaningi, uyandiphazamisa
[Verse 10]
Andilali
Ebusuku ndibona wena kuphela
Andisazi
Ndingenzani na, ndingenzani na
Sondela la kimi
Oh ngifuna, ndiyakufuna
[Verse 11]
Ndibona wen' emaphupeni
Ndikulindile nasekuseni
Ndicel'uze la kimi
Ziveze kimi
Ndifun' uk'bona undibambe eb'sweni
[Verse 12]
Ndibona wen' emaphupeni
Ndikulindile nasekuseni
Ndicel'uze la kimi
Ziveze kimi
Ndifun' uk'bona undibambe eb'sweni
[Verse 13]
Ndicinga ngawe
Njalo imihla yonke
Ndicinga ngawe
Njalo imihla yonke
[Outro]
Bayazi nabadala
Umasibulisana
Kudala ndithi iza aphapha
Bayazi nabadala
Umasibulisana
Kudala ndithi iza aphapha
Written by: Babalwa Mavuso, Kelvin Thato Letwaba, Mbali Makhanya