Music Video

Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
Joyous Celebration
Joyous Celebration
Performer
Siyakha Tshayela
Siyakha Tshayela
Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Bonginkosi Magagula
Bonginkosi Magagula
Composer
Mnqobi Nxumalo
Mnqobi Nxumalo
Arranger
Sphiwe Ngcobo
Sphiwe Ngcobo
Arranger
PRODUCTION & ENGINEERING
Lindelani Mkhize
Lindelani Mkhize
Producer
Mnqobi Nxumalo
Mnqobi Nxumalo
Producer
Sphiwe Ngcobo
Sphiwe Ngcobo
Producer

Lyrics

(Kulo mhlaba kugcwel' inhlupheko)
(Abantu balahlekiswa ngamanga)
(Banqwenel' ukuphila kangcono)
(Futhi bafun' ukubon' ubuso bakho)
(Kodwa abakwaz' ukunyamezela)
(Kulo mhlaba kugcwel' inhlupheko)
(Abantu balahlekiswa ngamanga)
(Banqwenel' ukuphila kangcono)
(Futhi bafun' ukubon' ubuso bakho)
(Kodwa abakwaz' ukunyamezela)
Yiva imithandazo yethu, Nkosi Yesu
Siyakhala Kuwe, hayi siyalila
Sithi mababuyele enkambeni Yakho
Mababuyele Kuwe
Siyabancenga, ey siguqa ngamadolo siyawa kuwe
Aw yiva imithandazo yethu, Zonini
Siyakhala kuwe, hayi hayi siyalila
Sithi mababuyele ekukhanyeni
Sithi mababuyele
Siyabancenga, siyabavuyizono
Hey kulo mhlaba
Igcwel' inhlupheko
Abantu bayahlupek' engqondweni
(Abantu balahlekiswa ngamanga)
Ingqondo zabo
(Banqwenel' ukuphila kangcono)
Sik' kone
(Sithi bafun' ukubon' ubuso bakho)
Kwanele ukuya entshabalalweni
(Kodwa abakwaz' ukunyamezela)
Ngoku khetha ukukhanya
Uyazi ukukukhanya ya ya ya
(Kulo mhlaba)
Kulo mhlaba
(Kugcwel' inhlupheko)
Abantu bayatya ndizinto zikhawuleze ziphele
(Abantu balahlekiswa ngamanga)
Izinto zasemhlabeni ziyakhawuleza uphela kodwa uThixo uyatsho 'uba khetha mna
(Banqwenel' ukuphila kangcono)
Ndinikeni, ndilive ladhik' ubomi
(Futhi bafun' ukubon' ubuso bakho)
(Kodwa abakwaz' ukunyamezela)
Awu Babuyele
(Babuyele othandweni lwakho)
Babuyele Kuwe Thixo
(Babuyele ensindisweni Yakho)
Babekunye kuphila emva kwethuba
(Babuyele endleleni Yakho)
Kunokuphila ngokwethuba, asifuni ukuz'bona sesiya esihogweni
(Babuyele othandweni lwakho)
Eyi mababuyele
(Babuyele ensindisweni Yakho)
Mababuyele ekukhanyeni
(Babuyele endleleni Yakho)
Ngob' uThixo kukukukhanya
UThixo kukuphila kwethu
Siyanqanda kanikheth' uThixo
(Babuyele othandweni lwakho)
Siyaninqanda, nithe, "I didn't know wandifela"
(Babuyele ensindisweni Yakho)
Zandimbone othenjuweni lam ngasimi ngenxayam ala
(Babuyele endleleni Yakho)
Kodwa ndibethwe kudandathekis' ngenxa yam
Ngenxame lizwi nd'bona esaphiliswa
Sinombulelo ngok'sinik' amandla
Inimandla wonto
Somnini, mnini yo yo yo
(Oh yini Bawo, heyi heyi)
Oh yini Bawo
(Siyakuthemba wen' uthembekile)
Siwanjangile ngempilo zethu
(Sibambelel' entsindisweni Yakho)
Sikwenza mpila ngempilo zethu
(Sithandaza)
Impilo zethu ziphathwa nguwe
(Oh yini Bawo, heyi heyi)
Hayi siyatshabalala kakudala
(Siyakuthemba wen' uthembekile)
Siyaphela tshi siyaphela
(Sibambelel' entsindisweni Yakho)
Ha siyaphela, hayi siyaphela
(Sithandaza)
Yho siyaphela 'ba ungekho
(Oh yini Bawo, heyi heyi)
Siya kuThixo
(Siyakuthemba wen' uthembekile)
So tataza ntiziyo yam
Bawubi kuze delele ngusthathu sonke kwazi
(Sibambelel' entsindisweni Yakho)
(Sithandaza)
Baw'bizwa sabelele kusikuzo
(Oh yini Bawo, heyi heyi)
Kulo sabelo
(Siyakuthemba wen' uthembekile)
Masik'bize unandphendikula
Masik'bize awujiki
(Sibambelel' entsindisweni Yakho)
(Sithandaza, sithandaza)
Siza wu haka da da da hayi sisawu dadazayo
Written by: Bonginkosi Magagula
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...