音乐视频
音乐视频
制作
出演艺人
Ntando
表演者
Ntandokayise Bangani
领唱
作曲和作词
Ntandokayise Bangani
词曲作者
Bongani Mahlaole
词曲作者
制作和工程
Ntando
制作人
Robin Walsh
制作人
歌词
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda yooo
Ayibo ndiyamthanda yooo
Andifuni andifuni kuzwa lutho
Yebo ndiyamthanda bo
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda yooo
Ayibo ndiyamthanda yooo
Andifuni andifuni kuzwa lutho
Yebo ndiyamthanda bo
Ndithi nangu ngenye imini ndiboniswa
Ndiboniswa nge ntombi
Ubuhle obungaka
Ayi azange
Ndibubone ngezon' ezenyama
Abusehli nobuthongo
Ndibhuqa Ndibhuqa ndicingana nawe mtwana
He ndinga vuya bendi ndingavuya-ya-ya
Ndibe nentombi enhle nje ngawe
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda yooo
Ayibo ndiyamthanda yooo
Andifuni andifuni kuzwa lutho
Yebo ndiyamthanda bo
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda yooo
Ayibo ndiyamthanda yooo
Andifuni andifuni kuzwa lutho
Yebo ndiyamthanda bo
Ndaqonda ukuba (hayi suka kha uthi ndisazise)
Ndandibangaza ngo bele obungaka
Sa phela sonwaba
Kwa Vela kwa mandi
Ndicinga uba ndiphil' iphupho
Alusa pheli
Uthando lwami liyenyuka
Undenze ntoni bo
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda yooo
Ayibo ndiyamthanda yooo
Andifuni andifuni kuzwa lutho
Yebo ndiyamthanda bo
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda yooo
Ayibo ndiyamthanda yooo
Andifuni andifuni kuzwa lutho
Yebo ndiyamthanda bo
Hayi ayi yhooo hummm
Iyhoo Hummm
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda yooo
Ayibo ndiyamthanda yooo
Andifuni andifuni kuzwa lutho
Yebo ndiyamthanda bo
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda
Ayibo ndiyamthanda yooo
Ayibo ndiyamthanda yooo
Andifuni andifuni kuzwa lutho
Yebo ndiyamthanda bo
Written by: M. Thebe, N. Bangane, R Malinga