音乐视频
音乐视频
制作
出演艺人
Joyous Celebration
声乐
Nwabisa Meth
声乐
作曲和作词
Nwabisa Meth
词曲作者
Siyanqoba Mthethwa
合唱团编曲
制作和工程
Siyanqoba Mthethwa
制作人
Mnqobi Nxumalo
制作人
Lindelani Mkhize
制作人
Mthunzi Namba
制作人
Jabu Hlongwane
制作人
歌词
Ngonyama kaJuda
Ndibiza Wena
Mabizw'asabele
Uyakuva ukukhala kwam njalo
Isandla sakho
Siland'ekhondweni lam
Ndisinda ngawe
Izolo, namhla, naphakade
Ngonyama kaJuda
Ndibiza Wena
UnguMabizw'asabele
Wena uyakuva ukukhala kwam njalo
Oh isandla sakho
Siland'ekhondweni lam
Ndisinda ngawe
Izolo, namhla, naphakade
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
(Ngonyama yomndeni kaJuda)
(Zandla zimanxeba-nxeba)
Wabethelwa ngenxa yam
Gxalab'elibanzi
Wathwal'umthwalo wam
Ndisasinda ngawe
Izolo, namhla, naphakade
(Ngonyama yomndeni kaJuda)
(Zandla zimanxeba-nxeba)
Waleng'emthini ngenxa yam
Gxalaba elibanzi
Wathwal'umthwalo wam
Ndisasinda ngawe
Namhlanje kuyoze kubephakade
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
Oh Bayede
(Ngonyama)
(Bayede)
Oh Camagu
(Ngonyama)
(Camagu)
Oh ah
(Ngonyama)
(Ah-hah)
Umkhulu kunabo bonk'oThixo
(Camagu Ngonyama)
Sithi Bayede
(Ngonyama)
(Bayede)
Oh Camagu
(Ngonyama)
(Camagu)
Oooh ah
(Ngonyama)
(Ah-hah)
Wena umkhulu awuweli ngalizwe nalutho
(Camagu Ngonyama)
Wen'uyiNgonyama yomndeni kaJuda
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
(Ngonyama)
(Bayede Ngonyama)
(Ah Ngonyama)
(Camagu Ngonyama)
Written by: Nwabisa Meth


