制作
出演艺人
Kususa
表演者
Argento Dust
表演者
NaakMusiQ
声乐
Zahara
声乐
作曲和作词
Zahara
作曲
Bulelwa Mkutukana
词曲作者
Mncedi Tshicila
词曲作者
Anga Makubalo
词曲作者
Joshua Sihle Sokweba
词曲作者
Minenhle Siphelelo Ndlazi
词曲作者
制作和工程
Kususa
制作人
Argento Dust
制作人
Nicholas Mboweni
工程师
歌词
Somandla
Ndibamba ngapha sibambe ngapha wena ukhona
UnguSomandla
Fun’impendulo
Zonke izizwe zijonge kuwe
Nam ndijonge kuwe
Ngoba unguSomandla
Ndiyazi
Wena ukhona
Amehlo am
Ajonge kuwe
Axunele kuwe
Wena ntaba engoyiswayo
UnguSomandla
Ilizwe lonke
Lijonge kuwe
Somandla
UnguSomandla
Yehla Thixo
Thixo yehla
Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho
Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho
Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho
Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho
Ndivuka ekuseni ndiguqe ngedolo
Ndibulela kuwe
Somandla
Kanga ngokuba ndisebenza kanzima
Kanga ngokuba ndilwela ukuphila
Vuka nawe
Vuk’uzenzele
Vuka qhawe
Ndoda zimele
Somandla (Somandla)
Somandla (Somandla)
Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho (Somandla)
Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho
Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho
Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho
Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho
Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho
Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho
Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho
Written by: Anga Makubalo, Bulelwa Mkutukana, Joshua Sihle Sokweba, Minenhle Siphelelo Ndlazi, Mncedi Tshicila

