音乐视频

音乐视频

歌词

[Intro]
Hayi andisoze'ndxole mna
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
Hayi andisoze'ndxole mna
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
[Verse 1]
Hayi mna ndiyadeleleka
Ngoba mna andina mama
Umntu ukhalela kuye
Xa izinto zikubedela
[Verse 2]
Hayi bayandibetha, and'kwaz'uyimela
Nam ndiyakwaz'uz'lwela
Umnt'uyazama zama
Mn’andsoze’ndxole
Kufa kufikile
[Verse 3]
Ndiva nd’fownelwa
Utat'uyagula
Khawukwel'ibus Ngcali wehle
Kwaba kusishiya kwakh’oko
And'soze ndixole mna
[Verse 4]
Hayi andisoze'ndxole mna
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
Hayi andisoze'ndxole mna
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
[Verse 5]
Ewe ngxatsho madoda
Kunzima, nakum kubuhlungu
Kodwa andiziboni ndincama mna
Noba kunganjani
Aluta continua
[Verse 6]
Mina majita ngith' I'm sorry
But vele majita nina anixoli
Kumele thina sihalisane phantsi sibonisane
Heh mani majita nina anixoli
[Verse 7]
Oh mphefumlo wam
Kufik’ubumnyama
Kugcwel'inyembezi
Nditsho nokukhanya
Ngath’asoze bufike
Ndiguqa ngedolo kuye
Ndimxelel’usomandla
[Verse 8]
Hayi andisoze'ndxole mna
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
Hayi andisoze'ndxole mna
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
[Outro]
Hayi andisoze'ndxole mna
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
Hayi andisoze'ndxole mna
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
Written by: 047, Kwanda, Kwanda Mahlombe, Lihle Baleni, Ngcali Nundu, Sihle Mdaka, Vusi Nova, Vusumuzi Nongxa
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...