album cover
Ngulo
album cover
Skladba Ngulo vyšla 30. srpna 2019 Platoon na albu Ndim noMculo
30. srpna 2019
ŠtítekPlatoon
BPM
Melodičnost
Akustičnost
Valence
Tanečnost
Energie

Hudební video

Hudební video

Texty

Ngulo yam emaphupheni
Mna ndina ngulo yam ebumnyameni
Ndina mbono
Sesihamb emazweni
Mna nengulo yam
Ebukhosini
Aaah (Masincedisane, masincedisane
Ndonyule ngulo Yam)
Ndilindile. Aaah
(Masincedisane, masincedisane)
Fez isithembiso sakho
Ngulo yam mmm emaphupheni
Mna ndina ngulo yam ebumnyameni
Ngulo yam, andizikhethelanga, ngulo yam
Ukukhathazwa ngoluhlobo
Masincedisane ngulo yam
Oh! Ndonyule ngulo yam
Ndihamba nawe
Ndikhokhelwa nguwe
Aaaah
(Ngulo yam, Ngulo yam)
Ndilindile
(Ngulo yam, Ngulo yam)
Fez isithembiso sakho
(wailing)
Ngulo yam ebumnyameni
Oh ngulo yam
Andizikhethelanga
Yoh yoh ngulo yam
Ndikhokhelwa nguwe
Oh ngulo yam
Aaaah
(Mna ndina ngulo yam, mna ndina ngulo yam)
Ndilindile
(Mna ndinangulo yam, mna ndina Ngulo yam)
Fez isithembiso sakho
Written by: Brian Molele, Nozuko Mapoma, Sibusiso Chiloane
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...