Songtexte

Sibasa nga malongwe x 4 Funda mntanam, qiniseka kakhulu Fund'udu'tyekez'ifundo le Uval'imilenze unga limali ngala makhwenkwe Aza kushiya ne mhoka-mhoka ongaso'bu'phume kuyo Kwelikhaya ku jongwe kuwe ayikhw'indoda Kusa baswa ngamalongwe ye mntanam Sibasa nga malongwe x 2 Kweli khaya mntanam Sibasa nga malongwe x 2 Khumbula ushiy' izindlu zi sindwa ngo daka Ungali hlazis'i khaya lakho ku jongwe kuwe Ayikhw'indoda kweli khaya if'ithwel'umqwazi Kunzima, ku baswa ngamalongwe Sibasa nga malongwe He mntanam Kubaswa ngamalongwe kwelikhaya kunzima Sibasa nga malongwe Kubaswa ngamalongwe kwelikhaya kunzima Sibasa nga malongwe Sibaliselana amabali sijikelez'umlilo Sibasa nga malongwe Sibasa nga malongwe ye mntanam Sibasa nga malongwe kwelikhaya kunzima Kubaswa amalongwe kunzima Sibasa nga malongwe Sibasa nga malongwe ye mntanam Sibasa nga malongwe
Writer(s): Bongani Mahlaole, Nkosinathi Mankayi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out