Credits

PERFORMING ARTISTS
Nkosinathi Mankayi
Nkosinathi Mankayi
Lead Vocals
Pule Mokoena
Pule Mokoena
Electric Guitar
Courage Sadiki
Courage Sadiki
Drums
Bongane Mahlaole
Bongane Mahlaole
Keyboards
Makabongwe Magongo
Makabongwe Magongo
Electric Bass Guitar
Mandla Lepitla
Mandla Lepitla
Background Vocals
Mpho Bonolo
Mpho Bonolo
Background Vocals
Maria Malunga
Maria Malunga
Background Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Nathi
Nathi
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Lance Stehr
Lance Stehr
Producer
Sipho Nyathela
Sipho Nyathela
Producer

Songtexte

repeat x2 ukuthanda wena lady kungumsebenzi wam ukundithobela wena kungemsebenzi wakho repeat x2 oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba lubambo lwam ukuthanda wena lady kungumsebenzi wam ukundithobela wena kungumsebenzi wakho ukuthanda wena lady kungumsebenzi wam ndithobela wena kungumsebenzi wakho repeat x3 oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba lubambo lwam repeat x2 azange wakhe wandiphoxa azange wandishiya azange wakhe wandihlazisa lubambo lwam oko ndathandana nawe kwakhanya njengemini kwamnandi sathandana waba lubambo lwam repeat x3 oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba lubambo lwam END
Writer(s): Nkosinathi Mankayi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out