Songtexte

Qamata Ndoda enamandla Ndisondela kuwe bawo Undiphe namadla Kunzima bawo Kumnyama endleleni yami Khanyisa bawo Undiphe namandla Hamba nami Messiah wam Ungandishiyi lana Ungandishiyi lana Ohhh Hamba nami Messiah wam Ungandishiyi lana Ungandishiyi lana Ohhh Zundithwale Nakaloku Ndisindise bawo Kwizinto zomhlaba Ndithembele kuwe Wedwa nkosi yami Khanyisa bawo Undiphe namandla Ndithembele kuwe Wedwa nkosi Khanyisa U Cairo umngani wethu Hamba nami Messiah wam Ungandishiyi lana Ungandishiyi lana Ohhh Hamba nami Messiah wam Ungandishiyi lana Ungandishiyi lana Ohhh Aye aibo Aye aibo
Writer(s): Jason Gxotiwe Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out