Songtexte

Nguwo, iyhooo, Masembathe Dade, dade, sithi siyakukhapha Nguw' umtshato, Tshomi bazoziqhenya ngawe o' dade Ngobukho bakho, bonke Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali Kusilw' utywala, kwowu kuzoba mnandi Kwoku kumenywe bani ngemeli? Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali Kusilw' utywala besixhosa Kwoku kuzoba mnandi Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali Kusilw' utywala, kwowu kuzoba mnandi Kwaku kumenywe bani ngemeli? Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali Kusilw' utywala besixhosa Kwaku kuzoba mnandi Nzuzo, Nzuzo bazongena Bazokuthatha bakthathe Nguwe ozasimela Ngumtshato, tshomi bazazqhenya ngawe Umtshakazi, oh ubuhle bakho, bonke Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali Kusilw' utywala, kwowu kuzoba mnandi Kwoku kumenywe bani ngemeli? Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali Kusilw' utywala besixhosa Kwoku kuzoba mnandi
Writer(s): Unathi Nkayi, Fikile Luswazi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out