album cover
Baleka
42.991
Afro-Pop
Baleka wurde am 15. März 2004 von Sound African Recordings als Teil des Albums veröffentlichtBaleka
album cover
AlbumBaleka
Veröffentlichungsdatum15. März 2004
LabelSound African Recordings
Melodizität
Akustizität
Valence
Tanzbarkeit
Energie
BPM70

Musikvideo

Musikvideo

Credits

PERFORMING ARTISTS
Ringo Madlingozi
Ringo Madlingozi
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Ringo Madlingozi
Ringo Madlingozi
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Ringo Madlingozi
Ringo Madlingozi
Producer

Songtexte

Baleka, mama
Khawuleza
Baleka
Kanti wena awuboni na
(Uthi uyandithanda) Baleka mama
(Isizathu andisiboni) Khaw'leza
(Uthi uyandithanda) Baleka
(Uri wani randza) Thsuthsuma
(Shivangelo anisiboni) Hatlisa
(Uri wani randza) Thsuthsuma
Kanti wena awuboni, awuboni na
(A re wa nthata) Tshaba
(A ke na le baka) Gwanta
(A re wa nthata) Tshaba
Awuboni na
Awusaboni ukuba kwanele
Kuyoze, kuyoze kube nini na ukhala, hayi
Yiv' umile ngokuthi uyakuthanda, oh, uqamba amanga
Shiya lomntu, phuma kuye, sisi wam
Baleka, baleka mama
Khawuleza
Baleka
Kanti wena awuboni na
(Uthi uyandithanda) Baleka
(Isizathu andisiboni) Khaw'leza
(Uthi uyandithanda) Baleka
Sisi wam awuboni
(Uri wani randza) Thsuthsuma
(Shivhangelo anisiboni) Hatlisa
(Uri wani randza) Thsuthsuma
Kazi wena awuboni sisi wam
(Ari wa nthata) Tshaba
(A ke na le baka) Gwanta
(A re wa nthata) Tshaba
Awuboni
Niphindile nalwa izolo kwakhona
Sizathu yini, kuyoze kube nini na ukhala, sisi wam
Nanku eqamba amanga esithi uyakuthanda
Mntasekhaya vuka, vuka
Baleka
(Uthi uyandithanda) Baleka mama
(Isizathu andisiboni) Khaw'leza
(Uthi uyandithanda) Baleka
Kanti wena awuboni na
(Uri wani randza) Thsuthsuma
(Shivhangelo anisiboni) Hatlisa
(Uri wani randza) Thsuthsuma
Kazi wena awuboni, boni, boni, boni, boni no
(S'thandwa sam) Baleka, baleka
(Lovie wam) khawuleza, baleka
(S'thandwa sam)
Khawuleza, ooh, ooh, ey
(Undishiya nabani na)
Kanti wena awuboni na, wena awuboni na (Murandziwa wanga)
Thsuthsuma, oh (Gada mina)
Thsuthsuma (Shiluba shanga)
Hatlisa, hatlisa
(Hatsiya mamami)
(Moratiwa)
Tshaba, tshaba (Morapilu)
Gwanta (Motho waka
Ndzalusiya nomani)
Awuboni, awuboni, boni, boni, boni, boni na
(S'thandwa sam) Baleka, khaw'leza
(Lovie wam) Baleka, khaw'leza, baleka, khaw'leza
(S'thandwa sam)
Kanti wena awuboni, boni, boni, woo-ooh-ooh
(Kanti undishiya nobani na)
(Murandziwa wanga)
Thsuthsuma (Gada mina)
Hatlisa (Shiluba shanga
Ndzalusiya nomani)
(Muratiwa)
Gwanta (Morapilu)
Tshaba (Motho waka
Ndzalusiya le mang) Andazi
Baleka, khaw'leza
Baleka, khaw'leza
Ixesha liyakushiya
Khaw'leza, baleka, khaw'leza
Written by: Ringo Madlingozi
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...