Στίχοι

Ndithe ndizakulinda Phofu ndalinda Kodwa inhliziyo yam Ayikhang 'ikwaz uklinda Inene, uthando ngenyinto Inene, ndikuthandile Kulomhlaba izinto zingeny'indlela Ndakuthembisa ukulinda Inhliziyo yala Ndithe ndizakulinda Phofu ndalinda Kodwa inhliziyo yam Ayikhang'ikwazuklinda Ndithe ndizakulinda Phofu ndalinda Woo nana Kodwa inhliziyo yam akhang'ikwazuklinda Kaloku, nhliziyw'iyazilawula Kaloku, naw'umthwalo iwethwele Ezandleni Ezandleni zakho Uzungayikhaleli Intlungu endiyenze kuwe Ndithe ndizakulinda Phofu ndakulinda Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda Ndithe ndizakulinda Phofu ndakulinda, Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda Ewe Ewe Mna ndiyavuma (Ndithe ndizakulinda) Kodwa, kodwa kwenzeni kumi Ndim andiyongilosi, andiyongilosi Ndiyi ndoda egcin'izithembiso zayo Wena wenza kwanzima Phofu ndalinda Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda Ndithe ndizakulinda Phofu ndakulinda Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda Ndithe ndizakulinda Phofu ndalinda Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda
Writer(s): Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole, Ntsika Ngxanga Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out