album cover
Ndixakiwe (Mixed)
384
House
Ndixakiwe (Mixed) κυκλοφόρησε στις 15 Σεπτεμβρίου 2023 από Soul Candi Records ως μέρος του άλμπουμ Soul Candi Sessions Six, Pt. 2
album cover
Ημερομηνία κυκλοφορίας15 Σεπτεμβρίου 2023
ΕτικέταSoul Candi Records
Μελωδικότητα
Ακουστικότητα
Βαλάνς
Χορευτικότητα
Ενέργεια
BPM120

Μουσικό βίντεο

Μουσικό βίντεο

Συντελεστές

PERFORMING ARTISTS
Blanka Mazimela
Blanka Mazimela
Performer
Jnr SA
Jnr SA
Performer
Khonaye
Khonaye
Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Banzi Mazimela
Banzi Mazimela
Composer
Anelisa Blom
Anelisa Blom
Songwriter
Lesego Nkoe
Lesego Nkoe
Lyrics
PRODUCTION & ENGINEERING
Blanka Mazimela
Blanka Mazimela
Producer
Jnr SA
Jnr SA
Producer

Στίχοι

Andiyazi ndithini
Andiyazi ndibize bani
Kumnyama kumnyama
Akhothemba
Inyawu’zam zixhinge’dakeni
Uncedo alufiki
Abantu abezi
Ilanga litshonile
Abandiva xa ndikhala
Abandi’boni
Ndixakiwe ndimoshile
Inyawu’zam zixhinge’dakeni
Ubom bam bubheka bheke
Andinanto Andinato
Andinanto yokuthetha
Kumoshakele, Kumoshakele, Kumoshakele
Inyawu’zam zixhinge’dakeni
Ndandidewa
Ndandidewa
Ndandidewa
Kumnyama kumnyama
Akhothemba
Inyawu’zam zixhinge’dakeni
Uncedo alufiki
Abantu abezi
Ilanga litshonile
Ndandidewa
Ndandidewa
Inyawu’zam zixhinge’dakeni
Ubom bam bubheka bheke
Andinanto Andinato
Andinanto yokuthetha
Kumoshakele, Kumoshakele, Kumoshakele
Ndandidewa emadlelweni okufa
Ndandidewa emadlelweni okufa
Ndandidewa emadlelweni okufa
Written by: Anelisa Blom, Banzi Mazimela, Lesego Nkoe
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...