Letras

baba wena unguye melusi wam X2 kwezi zaqwithi moya wam uyavumbuza funa leyo ndawo khona ntliziyo yam funa wena mphefumlo wam langazelela wena mongameli wam baba wena ungumelusi wena ungongameli dwala laphakade wena unguye melusi wam nguye wayizolo sesenguye namanje ungumelusi wam kwezi zaqhwithi moya wam uyavumbuza funa leyo ndawo khona the end
Writer(s): Vuyo Mokoena Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out