Letras

Thixo ulilanga lethu (God is our sun) Uyakhanya phezu kwethu, (You shines upon us,) Umphefumlo ungabona (The soul can see) Apho uhambela khona. (Where it should go.) Thixo ulikhaka lethu (God, You are our shield) Asoyik' iintshaba zethu; (We will not be afraid of our enemies;) Zonke ziya songwa nguwe, (All are wrapped up by You,) Soza ngokonwaba kuwe. (We approach You with joy.) Wosiphatha ngobubele, (You will be kind to us), Wosinika ubungcwele; (You will give us holiness); Wopha abakukhonzayo (You will give those who serve you) Okuthamsanqelekayo. (That which is blessing.) Ithamsanqa elikhulu (A great blessing) Ithamsanqa elezulu (Blessing from heaven) Likho kothembayo kuwe; (Is available for him who trusts in You); Ngokuba ethandwa nguwe (Because he is loved by You) Amen (Amen)
Writer(s): Tom Mokhati Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out