album cover
Jonga
918
Christian & Gospel
Jonga fue publicado el 30 de abril de 2023 por Naledi Boltina como parte del álbum Jonga - Single
album cover
Fecha de lanzamiento30 de abril de 2023
SelloNaledi Boltina
IdiomaEnglish
Melodicidad
Acústico
Valence
Bailabilidad
Energía
BPM93

Vídeo musical

Vídeo musical

Créditos

PERFORMING ARTISTS
Naledi Boltina
Naledi Boltina
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Phumelela Naledi Boltina
Phumelela Naledi Boltina
Songwriter

Letras

Zahambi intsuku
Zahambi inyanga
Ya hamb' iminyaka
Oh iyelele
Bendithi undilibele
Bendithi awusandi thandi
Bendithi usondi libele
Bendithi awusandi thandi
Ngomzuzu woku gqibela
Jonga
Jonga
Wenz odumengazo
Jonga
Ngomzuzu woku gqibela
Jonga
Jonga
Wenz odumengako
Jonga
Bendithi undilibele
Jonga
Bendithi awusandi thandi
Jonga
Bendithi usondi libele
Jonga
Bendithi awusandi thandi
Zahamb' imini
Zahambi inyanga
Ya hamb' iminyaka
Ndalinda kuwe
Ndahlale zwini lakho
Jonga
Jonga
Mamelani kum ndinixelele
Jonga
Oh iyelele
Jonga
Jonga
Jonga
Eh
Jonga
Jonga
Jonga nikum
I am a testimony of your work
You alone are God
You alone are good
Utshilo ezwini lakho
Wathi fear not for I am with you
You knew me before I was formed in my mothers womb
Abba abba Father
Written by: Phumelela Naledi Boltina
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...