Letra

Baby ndicel' ikiss Yiza ndik'phuze Ndicel' ikiss Yiza nono Yisono na uk'thand' umuntu wakho? Yisono na baby ndiyak'buza Hayi xa kunjalo kushukuthi ndizak'cel' uxolo Yiza masthandane, sbhuqane, k'vuth' umlilo Baby ndicel' ikiss Yiza ndik'phuze Ndicel' ikiss Yiza nono Ndik'funa la eduze kwam Baby ndicel' ikiss Yiza ndik'phuze Ooh yeah Lityala na uk'thand umuntu wakho? Lityala na, baby ndiyak'buza Hayi xa kunjalo kushukuthi ndzakufel 'etrongweni Yiza masthandane sibhuqane, k'qhum' uthuli Yeah sana ndiyadideka ndiya locka Nyan nyan ungowami Ingathi andikholelwa Intliziyo yami, uyayikhanyisa Ikhanye ithi qwenge Baby ndicel' ikiss Yiza ndik'phuze Ndicel' ikiss Yiza nono Ndik'funa la eduze kwam Baby ndicel' ikiss Yiza ndik'phuze Ndik'funa la eduze kwam Baby ndicel' ikiss Yiza nono Wena baby Wena wena baby Wena baby Wena baby Wena wena baby Wena baby Baby ndicel' ikiss Yiza ndik'phuze Ndicel' ikiss Yiza nono Ndik'funa la eduze kwam Baby ndicel' ikiss Yiza ndik'qabule Ndik'funa la eduze kwam Baby ndicel' ikiss Yiza ndik'phuze Yiza ndik'phuze
Writer(s): Gugulethu Khumalo, Bongiswa Baliti Mantakana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out