Letra

Aha ha ha Aha ha ha Aha ha ha Aha ha ha Uthando ndalifundiswa nguwe Abayaz' ukuba wandenzelani Ndithi xa ndisiwa Ndiphakamiswa nguwe Uthi kum nguwe, nguw' ithemba lam Ixesha ndiyahamba ngoku Ndiyavuwa lihamba nami nawe Izinto ziyafika zihambe Umhlaba uyabafihla bonk' abantu Soze soze ndikulibale Soze soze ndikulibale Phambi koba lithsone ilanga Mandibulele uThixo ngawe Ixesha liyahamba ngoku Kodwa ndiyavuya lihamba nami nawe Lihamba nami nawe Noba sendingekho kweli lizwe Ndiwelelele kweliny' icala Olu thando soze luphele Lona lelona phakade Soze soze ndikulibale Soze soze ndikulibale
Writer(s): Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia-paulo Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out