Heavy-K द्वारा Uyeke (feat. Natalia Mabaso) सुनें

Uyeke (feat. Natalia Mabaso)

Heavy-K

Dance

5,00,618 Shazams

म्यूज़िक वीडियो

Heavy K - Uyeke Ft Natalia Mabaso (Official Audio)HD
{artistName} द्वारा {trackName} संगीत वीडियो देखें

क्रेडिट्स

PERFORMING ARTISTS
Heavy-K
Heavy-K
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Natalia Mabaso
Natalia Mabaso
Lyrics
Mkhululi Siqula
Mkhululi Siqula
Composer
Lunga Rululu
Lunga Rululu
Lyrics

गाने

Kuthiwa uthando luyapholisa Bendicel' undinike olwakho Kuthiwa uthando luyathambisa Bendicel' undenze ndibe ngowakho Cause now I need you, I need you right now My lonely feelings, Need you to go down Cause now I need you, I need you right now My lonely feelings, Need you to go down Ndicela undithinte, undithathe undivise Undi. Tha... Tha... Undithande ngenyani Ndicela undithinte, undithathe undivise Undi. Tha... Tha... Undithande ngenyani Ndithande ooh whoa Ndithande ungaze uyeke Ndithande ooh whoa Ndithande ungaze uyeke Kuthiwa uthando lwangempela Soze ndilifumane kuwe Kodwa ndithembisa intliziyo yakho Ndilinde, uzinikezele kum Cause now I need you, I need you right now This pain is heavy, I need you to go down The storm and thunder, I need the cold now My lonely feelings, Need you to go down Ndicela undithinte, undithathe undivise Undi. Tha... Tha... Undithande ngenyani Ndicela undithinte, undithathe undivise Undi. Tha... Tha... Undithande ngenyani Ndithande ooh whoa Ndithande ungaze uyeke Ndithande ooh whoa Ndithande ungaze uyeke Ndithande ooh whoa Ndithande ungaze uyeke Ndithande ooh whoa Ndithande ungaze uyeke Ndicela undithinte, undithathe undivise Undi. Tha... Tha... Undithande ngenyani Ndicela undithinte, undithathe undivise Undi. Tha... Tha... Undithande ngenyani Ndithande ooh whoa Ndithande ungaze uyeke Ndithande ooh whoa Ndithande ungaze uyeke
Writer(s): Mkhululi Siqula, Mkhonzeni Professor Langa Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out