गाने

Amehlo akho Uncumo lwakho Ilips zakho Indlebe zakho Hayi nyani baby ndichazekile nguwe mna Oh okanye kukhona into ondifakele yona? Bayazibiza ngamagama bathi yikorobela Bayazibiza ngamagama yibhekamina ngedwa Bayazibiza ngamagama bathi yikorobela Bayazibiza ngamagama bathi yibhekamina ngedwa Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndohlala ndikuthanda Ngentliziyo yam manyan-nyani ndikhalela wena Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndohlala ndikuthanda Ngentliziyo yam manyan-nyani ndikhalela wena Yeh! bafethu ndihlala ndicingana naye Umanimbona nimxelele ukuba ndiyamthanda Yeh! bafethu ndihlala ndicingana naye Umanimbona nimxelele ukuba ndiyamthanda Bayazibiza ngamagama bathi yikorobela Bayazibiza ngamagama yibhekamina ngedwa Bayazibiza ngamagama bathi yikorobela Bayazibiza ngamagama bathi yibhekamina ngedwa Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndohlala ndikuthanda Ngentliziyo yam manyan-nyani ndikhalela wena Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndohlala ndikuthanda Ngentliziyo yam manyan-nyani ndikhalela wena Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndohlala ndikuthanda Ngentliziyo yam manyan-nyani ndikhalela wena Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndizohlala ndikuthanda No babe ndizohlala ndikuthanda
Writer(s): Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out