गाने

Xabendibu xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo Xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo Xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo Sengithi andimazi umntu onjengaye Xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo Xabebuza ndizothi andimazi Ubona inyaniso ebusweni Uyibon' imsulwa Jonga lendlela inde kwaye imnyama Jonga lendlela inamajiko jiko Jonga lendlela ingakulahli Eh eh ey Jonga lendlela ingaku gqithi Jonga lendlela ihamba abantu Bona bayaphela kodwa yona inde kwaye imnyama Ayinasiphela Jonga phezulu ubon' amafu amhlophe qwa Jonga phezulu jonga phezulu Jonga phezulu jonga phezulu Jonga phezulu Jonga phezulu ubon' amafu amhlophe qwa Xabendibuza Zendithi andimazi umntu onjengaye
Writer(s): Anelisa Blom, Banzi Mazimela Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out