क्रेडिट्स
PERFORMING ARTISTS
Ringo Madlingozi
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Ringo Madlingozi
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Ringo Madlingozi
Producer
गाने
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Ndikhethiwe, kuwe)
Ubuhle bentombi zonke
Zonk'emhlabeni
Nditsho negqondo, nokumila
Abathathinto, kuwe
Ubuhle bentombi zonke
Zonke zalomhlaba
Nditsho nengqondo
Nokuhamba
Abathathinto, kuwe
(Ubuhle bakho ntombi)
(Amehlo akho sthandwa sami) yilo nto
(Ndikuthanda kangaka) yilo nto
(Ndikuthanda kangaka) ngenhliziyo yami yonke
(Uthando lwakho ntombi)
(Umila kwakho nunu wam) uthi k'theni
(Ndikufela kangaka) uthi k'theni
(Ndikufela kangaka) ubomi bami bonke
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Ndikhethiwe, kuwe, empilweni yam)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Ndikhethiwe, kuwe, empilweni yami)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Ndikhethiwe, kuwe, empilweni yam)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Ndikhethiwe, kuwe, empilweni yam)
Amazw' entombi zonke
Zonke ek'hlaleni
Nditsho negqondo, nokujonga
Abathathinto, kuwe
Ubuhle bentombi zonke
Zonke aph'eMzansi
Nditsho nengqondo, nokumila
Xa ubuke
Vutomi bya mina hinkwaswo
(Kusaseka kawena n'wana)
(Mahlo yawena murhandziwa wanga) hi swona
(Swi endzaka ndzikurhandza) hi swona
(Swi endzaka ndzikurhandza)
(Rirhandzu ra wena ntombi)
(Ku himeka ka wena n'wana) swilo hini
(Ndzikufela swonghasi) swilo hini
(Ndzikufela swonghasi) vutomi bya mina hinkwaswo
(Kusaseka ka wena n'wana)
(Mahlo yawena murhandziwa wanga) hi swona
(Swi endzaka ndzikurhandza) hi swona
(Swi endzaka ndzikurhandza)
(Rirhandzu ra wena ntombi)
(Ku himeka ka wena n'wana) swilo hini
(Ndzikufela swonghasi)
(Ndzikufela swonghasi) vutomi bya mina hinkwaswo
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama) swilo hini
(Tsho tsho mama)
(Ndzikufela swonghasi)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Ndikuthanda kangaka) ngenhliziyo yam yonke
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama) uthi k'theni
(Ndikufela kangaka)
(Tsho tsho mama)
(Tsho tsho mama) hi swona
(Tsho tsho mama) hi swona
(Swi endzaka ndzikurhandza)
(Rirhandzu ra wena ntombi)
(Ku himeka kawena n'wana) swilo hini
(Ndzikufela swonghasi) swilo hini
(Ndzikufela swonghasi)
Written by: Ringo Madlingozi