album cover
album cover
Imali 28 नवंबर 2025 को Quava Vocal Group द्वारा एल्बम So Breaks the Sun के एक भाग के रूप में रिलीज़ किया गया था
एल्बमSo Breaks the Sun
28 नवंबर 2025
लेबलQuava Vocal Group
BPM
मधुरता
ध्वनिकता
वेलेंस
डांस करने की क्षमता
ऊर्जा

गाने

Oh yini, nank' umntwan' uyagula
Hayi nemal' iphelile
Yini, nank' umntwan' uyagula
Hayi nemal' iphelile
Yiza ndikubolek' imali
Thatha ndikubolek' imali
Yiza ndikubolek' imali
Thatha ndikubolek' imali
(Imfuyo yam' iphelile) Yiza ndikubolek' imali
(Imali yam' iphelile) Thatha ndikubolek' imali

Hmmmmm Hmmmmm
Hmmmmm Hmmmmm
Khanindiboleken' imali
Hay lomntwan' uyagula
Khanindiboleken' imali
Hay lomntwan' uyagula
Ndiboleken' imali
Hay lomntwan' uyagula
Ndiboleken' imali
Hay lomntwan' uyagula
(Kuyiwa ngantoni) Yeha! Yele ma! masambe siy' enyangeni
(Kuyiwa ngantoni) Yeha! Yele ma! masambe siy' enyangeni
(Wen' uya ngantoni) Yeha! Yele ma! masambe siy' enyangeni
(Wen' uya ngantoni) Yeha! Yele ma! masambe siy' enyangeni
Khanindiboleken' imali
Hay lomntwan' uyagula
Khanindiboleken' imali
Hay lomntwan' uyagula
Ndiboleken' imali
Hay lomntwan' uyagula
Ndiboleken' imali
Hay lomntwan' uyagula
uYesu lithemba lami
uYesu lithemba lami
uYesu lithemba lami
uYesu lithemba lami
Written by: Babalwa Maqungo, Vuyelwa Maqungo
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...