album cover

iThuba

982Jazz2025
album cover
iThuba 11 दिसंबर 2025 को Content Connect Africa द्वारा एल्बम Umdeni - EP के एक भाग के रूप में रिलीज़ किया गया था
एल्बमUmdeni - EP
रिलीज़11 दिसंबर 2025
लेबलContent Connect Africa
BPM81
मधुरता
ध्वनिकता
वेलेंस
डांस करने की क्षमता
ऊर्जा

म्यूज़िक वीडियो

म्यूज़िक वीडियो

गाने

Singabantwana bakho Thina
Siyomamela
Siyophangela Thina
Ubomi endleleni
Ndiyazama njongeni
Ndiphila edolweni
Ameni
Ngoba mina zange Ebomeni
Ndabeka intliziyo Emoyeni
Ameni
Baba nceli'thuba
Baba nceli'thuba mna
Nceli'thuba
Baba nceli'thuba mna
Uthumele impumelelo
Uthumele iintsikelelo
Uthumele impumelelo
Uthumele iintsikelelo
Ithuba
Baba nceli'thuba Mna
Ndijonge
Ndinobungoma
Esisipho endi'si'phiwe nguwe
Ndijonge
Uhleli ukhona
Intliziyo' ihlabelela Ilzwi
Siguqa ngama dolo
Sithuneka ne'zono
Uphendule nongomso
Imithandazo yethu
Iyafika nah
Imiyalezo yethu
Uyasiva nah
Sithembele Kuwe Kuwe
Wena baa
Sicela Kuwe Kuwe
Wena baa
Baba nceli'thuba
Baba nceli'thuba mna
Nceli'thuba
Baba nceli'thuba mna
Uthumele impumelelo
Uthumele iintsikelelo
Uthumele impumelelo
Uthumele iintsikelelo
Ithuba
Baba nceli'thuba Mna
Written by: Andile Nkamane, Katlego Raphathelo, Kgotso Legare, Moses Shadung, Sisanda Gebe

Shazam फ़ुटर

भाषा चुनें:
Google Play Store
Apple App Store
Chrome Web Store
Galaxy Store

हमें फ़ॉलो करें

Loading...