Dari
PERFORMING ARTISTS
Ami Faku
Performer
EA WAVE
Performer
Sichangi
Remixer
COMPOSITION & LYRICS
Samuel Mutura Namasaka
Composer
Amanda Faku
Songwriter
Lirik
[Intro]
Thatha nasi isandla sam
Khawleza
Ndikhokhele kwintliziyo yakho
[Verse 1]
Andithi uyavuma
Wonesu thando
Emphefumlweni wam
Ndonwabile
Ndiyakudinga, ndiyakufuna
Ndivakalelwe nguwe baby
[Verse 2]
Kudala ndiphepha uthando
Kwathi kovela wena
Ndabona ukuba unguwami, unguwami
Kudala
[Verse 3]
Ndiphepha uthando
Kwathi kovela wena
Ndabona ukuba unguwami, unguwami
[Verse 4]
Kudala ndiphepha uthando
Kwathi kovela wena
Ndabona ukuba unguwami, unguwami
Kudala
[Verse 5]
Ndiphepha uthando
Kwathi kovela wena
Ndabona ukuba unguwami, unguwami
[Verse 6]
Ndikunika
Ndikunike lonke
Andithi uyavuma
Wonesu thando
[Verse 7]
Emphefumlweni wam
Ndonwabile
Ndiyakudinga, ndiyakufuna
Ndivakalelwe nguwe baby, kudala
[Outro]
Ndiphepha uthando
Kwathi kovela wena
Ndabona ukuba unguwami, unguwami
Written by: Amanda Faku, Samuel Mutura Namasaka