Lirik

Sthandwa sentliziyo yami Sthandwa sentliziyo yami Baby, andifuni yena Ndifuna wena, wena wedwa Ngoba ayisenhle nantsi ntombi, yeah Uncumo lwakho, I might go crazy, yeah I'm pretty sure mna ndifuna yena Ngoba mna ndithanda yena (Yena yedwa) Oh, sthandwa sentliziyo yami Sthandwa sentliziyo yami Baby, andifuni yena Ndifuna wena, wena wedwa Ohh, baby Uthando lwami ngolwakho nawe uyazi lovey Ndiyababona abanye baphithizela Ndithanda wena wena ngathi ndiligeza Andifuni omunye Oh, sthandwa sentliziyo yami Sthandwa sentliziyo yami Baby, andifuni yena Ndifuna wena, wena wedwa Wen' uyinkwenkwezi ekhanya njalo Indalo efana yodwa Ay, akekho omunye la ofana nawe sithandwa sam Akekho omunye ofana nawe, nawe Oh, sthandwa sentliziyo yami Sthandwa sentliziyo yami Baby, andifuni yena Mna ndifuna wena, wena wedwa Whoa, sthandwa sentliziyo yami Sthandwa sentliziyo yami Baby, andifuni yena Mna ndifuna wena, wena wedwa Whoa, sthandwa sentliziyo yami Sthandwa sentliziyo yami Baby, ndifuna wena Ndifuna wena, wena wedwa
Writer(s): Godfrey Pilane, Bongani Nchang, Matshediso Mholo Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out