Lirik

Sik'nikela sik'nikela sik'nikela Sik'nikela sik'nikela sik'nikela Sik'nikela sik'nikela sik'nikela Kuwe-e-e-e-e S'khala sithule Sithule ak'lungi S'khala sithule Sithule ak'tshintshi Kufunekani na, kudingekani na Ukuze nathi sizwiwe Kulomhlaba-a-a-a (Mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a) (Mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a) (Mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a) (Mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a, mhlaba-a-a-a) He-e-e-e-e-e-e-e Baba wethu Usemazulwini Konke sik'nikela kuwe-e-e-e-e-e K'funekan na, k'dingekan na Ukuze nathi sizwiwe Ku lo mhlaba K'nyuka k'yahlela Amathemba ayaphela K'nyuka k'yahlela Amathemba ayaphela Amandla ayaphela Imizamo iyaphela Konke sik'nikele kuwe-e-e-e-e K'nyuka k'yahlela Amathemba ayaphela K'nyuka k'yahlela Amathemba ayaphela Amandla ayaphela Imizamo iyaphela Konke sik'nikele kuwe-e-e-e-e
Writer(s): Tomer Abikzer, Gidon Ricardo, Esther Tshabalala Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out