Dari

PERFORMING ARTISTS
Darque
Darque
Performer
Jnr SA
Jnr SA
Vocals
Cnethemba Gonelo
Cnethemba Gonelo
Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Cnethemba Gonelo
Cnethemba Gonelo
Songwriter
Molapo Malatji
Molapo Malatji
Composer
Lesego Nkooe
Lesego Nkooe
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Darque
Darque
Producer
Jnr SA
Jnr SA
Producer

Lirik

[Intro]
Ayililongo elilizwe elalwelwa ngokhokho bethu
Eli ebalilwela
Ebalifela balichithel'igazi
[Verse 1]
Ayililongo elilizwe elalwelwa ngokhokho bethu
Eli ebalilwela
Ebalifela balichithel'igazi
[Verse 2]
Zungalibali embo
Aph'uvela khona
Aph'uphuma khona
[Verse 3]
Zungalibali embo
Aph'uvela khona
Aph'uphuma khona
[Verse 4]
Zungalibali embo
Aph'uvela khona
Aph'uphuma khona
[Verse 5]
Zungalibali embo
Aph'uvela khona
Aph'uphuma khona
[Verse 6]
Zungalibali embo
Aph'uvela khona
Aph'uphuma khona
[Verse 7]
Zungalibali embo
Aph'uvela khona
Aph'uphuma khona
[Verse 8]
Nd'yalilela elilizwe lokhokho oh
Eli ebalilwela
Eli ablifela
Balichithel'igazi
Isizukulwana sikaPhalo, oh
[Verse 9]
Eli lizwe liyakwantshabalalo
Elilizwe lona liyaphalala
Eli lizwe liyakwantshabalalo
[Verse 10]
Eli lizwe liyakwantshabalalo
Elilizwe lona liyaphalala
Eli lizwe liyakwantshabalalo
[Verse 11]
Zungalibali embo
Aph'uvela khona
Aph'uphuma khona
[Verse 12]
Zungalibali embo
Aph'uvela khona
Aph'uphuma khona
[Verse 13]
Zungalibali embo
Aph'uvela khona
Aph'uphuma khona
[Outro]
Zungalibali embo
Aph'uvela khona
Aph'uphuma khona
Written by: Cnethemba Gonelo, Lesego Nkooe, Molapo Malatji
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...