Lirik

Phezu komhlaba amazwe ngamazwe Phezu komhlaba izizwe ngezizwe Apho intetho zahlukahlukayo Apho maninz' amasik'enziwayo Phezu komhlaba amazwe ngamazwe Phezu komhlaba izizwe ngezizwe Apho intetho zahlukahlukayo Apho maninz' amasik'enziwayo (Kodwa nangona zahlukahlukayo) (Kukho indawo zihlangana ngayo) (Zonke izizwe zihlel'ezonweni) (Zonke izizwe zotshon'ekufeni) Apha ngaphantsi uncedo alukho Apha ngaphantsi ubomi abukho Phaya phezulu silangazelela Apho umncedi waboni wovela (Yesu inguwe onokusindisa) (Yesu inguwe onokuphilisa) (Sesithembele kwawakho amandla) (Sesibambile esakho isandla) Wena wafela aboni bomhlaba Wena wazisa izizwe indaba (Yiba nodumo kumazwe ngamazwe) (Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe) (Yiba nodumo kumazwe ngamazwe) (Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe) (Yiba nodumo kumazwe ngamazwe) (Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe) (Yiba nodumo kumazwe ngamazwe) (Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe) (Yiba nodumo kumazwe ngamazwe) (Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe) (Yiba nodumo kumazwe ngamazwe) (Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe) Yiba nodumo kumazwe ngamazwe, let me hear you, yiba nodumo (Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe) (Yiba nodumo kumazwe ngamazwe) (Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe) (Yiba nodumo kumazwe ngamazwe) (Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe)
Writer(s): Mnqobi Nxumalo Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out