album cover
Sabela
album cover
Sabela dirilis pada 10 Mei 2024 oleh Universal Music (Pty) Ltd. sebagai bagian dari album Sankofa
AlbumSankofa
10 Mei 2024
LabelUniversal Music (Pty) Ltd.
BPM107
Melodiksi
Level Akustik
Valence
Kemampuan untuk menari
Energi

Lirik

[Intro]
Ndev’ilizwi livela ngaphesheya
Hoo bayandibiza
Livela ngaphesheya
Ngaphantsi kweentaba zasekhaya
Lihamba nomoya
[Verse 1]
Hoo bayandibiza
Oh Sabel’uyabizwa
Ulwela isiqu sakho
Sabel'uyabizwa
Ulwela isiqu sakho
Uyandiva na
[Verse 2]
Mntan’omhle
Bakubiza ngelogama ngoba umhle
Ho mntan’omhle
Bakubiza ngelogama ngob’unobuntu
Bakubiza ngelogama ngoba umhle
Bakubiza ngelogama ngob’unobuntu
Mntan’omhle
[Verse 3]
Phendula
Phendula
Masingalahlekelwa bubuntu bethu
Ho indlela zethu
Ngob’ilizwi livela ngapahaya
Ngaphaya kwexesha
Oh ilizwi lihamba nomoya
Umoya wakwantu
Oh Sabela
[Verse 4]
Ulwela isiqu sakho
Oh Sabel’uyabizwa
Ulwela isiqu sakho
Sabel'uyabizwa
Oh ndiyavuma
Ndiyavuma
[Verse 5]
Sabela, ndiyavuma
Sabela, ndiyavuma
Sabela, ndiyavuma
Sabela, ndiyavuma
Sabela, ndiyavuma
Sabela, ndiyavuma
[Verse 6]
Sabela
Sabela
Sabela, ndiyavuma
Sabela, Sabela
[Verse 7]
Sabela, ndiyavuma
Sabela, ndiyavuma
Sabela, ndiyavuma
Sabela, ndiyavuma
[Outro]
Ndiyavuma
Ndiyavuma
Ndiyavuma
Sabela, ndiyavuma
Ndiyavuma
Written by: Chris Bruce, Meshell Ndegeocello, Musawenkosi Mhlongo, Nocingile Mncodane, Nosilika Libalela, Nowizine Mandumbu, Noyilom Tofile, Tendai Shoko, Thandiswa
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...