album cover
Nompilo
1.657
Afro-Pop
Nompilo dirilis pada 20 Februari 2026 oleh 5001665 Records DK sebagai bagian dari album Amaphixiphixi
album cover
Tanggal Rilis20 Februari 2026
Label5001665 Records DK
BahasaEnglish
Melodiksi
Level Akustik
Valence
Kemampuan untuk menari
Energi
BPM68

Lirik

Kuthen'uyenza nje my love uyandiphoxa wena Kuthen'udlala ngam ungafuni nokusondela kum Awuboni ndiyagula andikwazi nokuyenza nix Umoya wam'udandathekile yilendlela ondiphilisa ngayo.
Iminyaka elishum'iphelile Mina nawe sithi syajola , andiyazi ne kiss yakho futhi andizange ndikubambe And awufunik'hamba nami mah uthi woyik'abantw'abadala Kodw'izipho nemali yam zona uyazilanda kum.
Nompilo ndikhaphe mama ndiyoland'Ijez'endlini Nompilo ndikhaphe mama ndiyoland'Ijez'endlini Undithanda kanjan wena xawungafuni siyolandijez'endlini Undithanda kanjan wena xawungafuni siyolandijez'endlini
Athumntuyakthanda kant'utshwintwenjena
Athumntuyakthanda yoh yoh kant'utshwintwenjena Ath'umntu ngekaphile ngaphandle kwakho kant'utshwintwenjena Ath'umntu zofala ufakhona mah kant'utshwintwenjena Ngabe ndiyahamba dali wam kod'umoyawuvumi Ngabe ndimnkile kod'umoyawuvumi
Nompilo ndikhaphe mama ndiyoland'Ijez'endlini Nompilo ndikhaphe mama ndiyoland'Ijez'endlini Undithanda kanjan wena xawungafuni siyolandijez'endlini Undithanda kanjan wena xawungafuni siyolandijez'endlini Nompilo ndikhaphe mama ndiyoland'Ijez'endlini Nompilo ndikhaphe mama ndiyoland'Ijez'endlini Undithanda kanjan wena xawungafuni siyolandijez'endlini Undithanda kanjan wena xawungafuni siyolandijez'endlini
Written by: Reethabile Silindela
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...