Testi

We mali We zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho We mali We zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho Mali, mali! Mbangi yesono! Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali! Mbangi yesono! Sesibulalana ngenxa yakho Ndixakene liphupho lam We mali We mali Ndahlukene nezihlobo zam We mali We mali Abapolitiki nasecaweni Baxabana ngawe, we mali Nakum uzamile, mali Awuphumelelanga, we mali. Mali, mali! Mbangi yesono! Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali, mali Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali! Mbangi yesono! Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali, mali Sesibulalana ngenxa yakho We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho Mali, mali! Mbangi yesono! Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali! Mbangi yesono! Sesibulalana ngenxa yakho Ndixakene liphupho lam We mali We mali Ndahlukene nezihlobo zam We mali We mali Abapolitiki nasecaweni Baxabana ngawe, we mali Nakum uzamile, mali Awuphumelelanga, we mali Mali, mali! Mbangi yesono! Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali! Mbangi yesono! Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali! Mbangi yesono! Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali! Mbangi yesono! Sesibulalana ngenxa yakho We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho
Writer(s): Robinson Malinga, Sello Ernest Twala, Bulelwa Mkutukana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out