album cover
Sabela
6666
R&B/Soul
Sabela è stato pubblicato il 28 novembre 2016 da Muthaland Entertainment come parte dell'album Umbulelo Wam
album cover
Data di uscita28 novembre 2016
EtichettaMuthaland Entertainment
Melodicità
Acousticità
Valence
Ballabilità
Energia
BPM71

Testi

[Intro]
Kutheni uzozixakekisa ngendaba zam
Ezingakufuniyo
Uzawuv'ingath' uyabizwa
Khona kutheni uzozixakekisa ngendaba zam
Ezingakufuniyo
Phendula ndiyabuza
[Verse 1]
Oh-oh, ndiyabuza
Oh-oh, oh, oh ndiyabuza
Oh-oh, oh ndiyabuza
Oh-oh, oh, oh ndiyabuza
[Verse 2]
Kutheni uzozixakekisa ngendaba zam
Ezingakufuniyo
Uzawuv'ingath' uyabizwa
Kutheni uzozixakekisa ngendaba zam
Ezingakufuniyo
Phendula ndiyabuza
[Verse 3]
Sabela uyabizwa
Oh-oh, oh sabela uyabizwa
Sabela uyabizwa
Oh-oh, oh sabela uyabizwa
[Verse 4]
Sabela uyabizwa
Oh-oh, oh sabela uyabizwa
Sabela uyabizwa
Oh-oh, oh sabela uyabizwa
[Verse 5]
Sabela uyabizwa
Oh-oh, oh wena uyabizwa
Sabela uyabizwa
Uyabizwa, wena uyabizwa
[Verse 6]
Bendisiv'ilizwi endlebeni yam
Lithetha nam
Lisith'ubiziwe
Ndithi ndibizwa ngubani na
[Verse 7]
Yiyo lento usithi xa ulungisa
Kuyonakala, akulungi
Sabela uyabizwa
[Verse 8]
Nal'ibana lithetha nam
Kancinane, lisith' ubiziwe
Sabela uyabizwa
[Verse 9]
Suka kulendawo awubizwanga apho
Sukuma sukumosh' ixesha
Sabela uyabizwa
[Verse 10]
Yeah-aah, uyabizwa
Uyabizwa
Wena uyabizwa
[Verse 11]
Sabela uyabizwa
Oh-oh, oh wena uyabizwa
Sabela uyabizwa
Uyabizwa, wena uyabizwa
[Verse 12]
Aah-ah, sabela uyabizwa
Oh-oh, oh uyabizwa
Ngoba kubizwa wena wedwa
Sabela wena wedwa
Oh-oh, uyabizwa
[Verse 13]
Ngoba kubizwa wena wedwa
Sabela wena wedwa
Oh-oh, uyabizwa
[Outro]
Sabela uyabizwa
Uyabizwa, wena uyabizwa
Sabela uyabizwa
Uyabizwa, wena uyabizwa
Written by: Nathi
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...