album cover
Oko
29.937
House
Oko è stato pubblicato il 29 aprile 2022 da Leely Music come parte dell'album Oko - Single
album cover
Data di uscita29 aprile 2022
EtichettaLeely Music
Melodicità
Acousticità
Valence
Ballabilità
Energia
BPM109

Crediti

PERFORMING ARTISTS
Zonke
Zonke
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Zonke
Zonke
Songwriter

Testi

[Verse 1]
Wandenz' umuntu
Wandenz' owakho
Wandenza mkhulu
Wandenz' iqhawe
El'nohlala nawe
S'jongan' emehlweni
Wandiph' inhliziyo ethambileyo
Kodwa yomelele yona
[Verse 2]
Okoko (Okoko)
Eduze nam
Oh kumnand' und'sebenzela
Look to the sky, to the sky
[Verse 3]
Okoko (Okoko)
Eduze nam
Oh kumnand' und'sikelela
Through it all
All the time
[Verse 4]
Okoko
Okoko
Okoko
[Verse 5]
Wandenz' ithemba
Labaninsi
Wathi ndiyakwethemba
Wandenzel' ityholo, tyholo lam
Elingasoze lafa
Angeke ngizisuse kuwe wena themba lam
Asoze ndizisuse kuwe wena menzi wam
[Verse 6]
Mmh, okoko, okoko
Eduze nam
Oh kumnand' und'sebenzela
Look to the sky, to the sky
[Verse 7]
Okoko (Okoko)
Eduze nam
Oh kumnand' und'sikelela
Through it all
All the time
[Verse 8]
Okoko
Ngawo wonk' amaxesha
Lonk' ixesha, oko
[Verse 9]
Okoko
Ngawo wonk' amaxesha
Lonk' ixesha, oko
[Verse 10]
Okoko
Ngawo wonk' amaxesha
Lonk' ixesha, oko
Written by: Zonke
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...