Video musicale

Ringo Madlingozi - Into Yam' (Official Audio) ft. Oliver Mtukudzi
Guarda il video musicale per {trackName} di {artistName}

In primo piano

Crediti

PERFORMING ARTISTS
Ringo Madlingozi
Ringo Madlingozi
Performer
Oliver Mtukudzi
Oliver Mtukudzi
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Ringo Madlingozi
Ringo Madlingozi
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Ringo Madlingozi
Ringo Madlingozi
Producer

Testi

Zvese zvangu mudiwa ndezvako Hello ntombazana Mhoro musikana Kunjani na kuwe Unonzwa sei Kudala ndifun' ukuthetha nawe Nto nje ndiyoyika Matsatse ami Mazuva ano Hazvidi wati kotsi Ngqanda nabo benditsalatsala Kugara uchinzvenga nzvenga Mna ndifuna wena wedwa Ndichida iwe wega Ngqanda nabo benditsalatsala Kugaro nzvenga nzvenga Mna ndifuna wena wedwa Ndichida iwe wega Nditi nje ndakubona Ndikati ba ndakuwona Ndibethwa nguvalo Ndinonzwa rufaro Ndiphupha ngawe Ndikwazi gama lakho Ingqondo ayisebenzi Pfungwa hadzichashanda Qoqo hello Huya mudiwa Vhara mukova (Vhara mukova) Ndagara ndichikuda (Ndagara ndichikuda) Nditore ndiriwako Ini ndiriwako mambo Huya mudiwa Nditore mudiwa Ndagara ndichikuda (Ndagara ndichikuda) Zvese zvangu ndezvako Kawuleza Sondela sthandwa Naba bendi chofachofa Matsatsi ami Mazuva ano Hazvidi wati kotsi Nabo benditsalatsala Vari kundi ndzvenga ndzvenga Ngqanda, Ngqanda, Ngqanda Sohlala sisobabini (Into yakho) Ngoba... (Sthandwa yeyam) Uyandthanda, nam ndyakuthanda (Into yam) Mama (Sthandwa yeyakho) Ndicel' undivuze (Into yakho) (Sthandwa yeyam) Andiva na, andiva na. (Into yam) Wena (Sthandwa yeyakho) Sohlala sisobabini (Into yakho) Ngoba... (Sthandwa yeyam) Uyandithanda, ndyakuthanda Kudala kudala Oh kudala ndizula Ndifunana nawe dali wam Sekukudala, Sekukudala ndizula Oh wow, khawze, khawze Into yam, sthandwa yeyakho Into yakho, sthandwa yeyam
Writer(s): Oliver Dairai Mtukudzi, Ringo Madlingozi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out