album cover
Ewe
6850
Hip-Hop
Ewe è stato pubblicato il 23 settembre 2023 da Content Connect Africa come parte dell'album I believes in me (1st Quadrant)
album cover
Data di uscita23 settembre 2023
EtichettaContent Connect Africa
Melodicità
Acousticità
Valence
Ballabilità
Energia
BPM96

Crediti

PERFORMING ARTISTS
iFani
iFani
Performer
COMPOSITION & LYRICS
iFani
iFani
Composer

Testi

[Verse 1]
IFani hay'mani
Ndispana gqith', soloko ndime nkqo
Imal' ay'thi gqi, soloko ime nkqo
Majita kuthen' nindicrebhisa qho
Ndiswiti ingath' yiPoetry kankqo
[Verse 2]
Ndimix'eni nam, njengomphokoqo
Ayek'uginy'amathe uqhoqhoqho
Ndiphupha ngemali ndiy'bala qho
Ndileli k'lo matrass undiphul'umqolo
[Verse 3]
Ha ni-ha nivalela mna qha?
Why? indim lo niman'umqhatha
And'kwaz' nobamb'inqatha
Xa ndizama niyandinqanda
Ngeba ndiya-perform'a nam qha
Niyand'jaivisa nind'phulis'isinqa
Niyand'dlalisa nind'tsibisa ugqabs
Ningamakhasi nind'dlalis'unjiqa
[Verse 4]
Kuthen' lemali niyibambe nkqi?
Niyand'bawisa nind'ginyis'ingwiqi
Niyand'hambisa nind'nyukis'isiginqi
Niyand'jimisa nind'khuph'imikhinqi
Ninez'kelem ez'vela zithi gqi
Umoy'awuphuki soze athi qhwi
Anibon' ba ndiyez' anaziv'iz'gingqi?
Kum uhayi akasebenzi ngcono uzame
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
[Verse 5]
Shhh, wa rasa my bra
Ha o bone ke busy ka spane my bra
Bona ke a rhyma my bra
Haa, and ke tshwere ke bladder
Sheba nou go metsi my bra
Ha le tsebe ha ke na blood'i
I mean, ha ke na madi
Ke e batlela lebese, ke shebile bra
[Verse 6]
Bona leThosa lako bla
Ha le bone bom'rapper le blind
Sesotho ke a se ravaza setswana ke a se ravaza
Ke a, ke a se ravaza ke Se ravaza ke bra, bra, bra
Etcetra
Yah, and ke sky-blue
Hello hi, high eya
Ke sky-blue
[Verse 7]
Wena o stuck ogatakile glue
Kum uhayi akasebenzi ngcono uzame
Uewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
[Verse 8]
Izaph' phirwirwi pharwo, phanqah
Ufane waz'fihla ndizokubhaqa
Ndizok'xhwakrel' andonqen'ugaqa
Nditeketis'imali, imali nd'zoyibhaqa
Ndigula ngayo indenz'iqhenkqe
But ayindifuni ifuna ndiyileqe
And'sadinwang' ifuna ndiyileqe
And ngeba ndiyay'yeka qha ndineqhenkqe
[Verse 9]
Lomsebenzi liyelekenkqe
Izongen'intsokolo ithi gelekeqe
Kuphel'iFocus k'phel' isgelekeqe
Kuphele isonka, kuphel'ujeqe
[Verse 10]
Mna ndiyabetha, ndithi ndiyabhuqa
But le-industry inkulu, ngoku ndiyagunqa
Ababantu bazitsal'inyawo ziyakrhuqa
Kum uhayi akasebenzi ngcono uzame
Uewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
[Outro]
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Ewe, ewe, ewe
Written by: iFani
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...