album cover

Etywaleni

3Music2025
album cover
Etywaleni è stato pubblicato il 20 giugno 2025 da Ossia Records come parte dell'album Etywaleni - Single
Data di uscita20 giugno 2025
EtichettaOssia Records
BPM113
Melodicità
Acousticità
Valence
Ballabilità
Energia

Testi

Nanku Ferrari endikhwaza eme qongeni
Uthi nantsi nana iningi
Imali ining'
Hayi ezintwana ziyacula aph'eGoli
Yi show yamatsheri amaningi
Izawu fika imini
Imali ibe ningi
Sawu phumel' etywaleni
Sicule etywaleni
Ngob'umntu apha umninzi
Bandik' nyathele, sorry
Bendiphuma ngeshori
Ninxila nini
Mayingabi nini
Ingxaki nini
Zingcombolo
Zimboyoyo, sichith' imini
Lulwim' etywaleni
He lulwimi etywaleni mini
Zimbongolo
Ziyi tsho nono, kuchithwi imini
Lulwimi etywaleni
He lulwimi etywaleni mini
Uyayi bhemisa siswana
Ndilibala, nditya tywala
Ndityiswa nini
Mara this time sihleli Nololo
Subala zityi tywala
Bunxilwa nini
Chath' i-piece sana
Sixel' uJohn
Yincinjana
Andityi tywala
Bugqitywa ndilinde
Ntwana ne mali
Andisho qololo
Ndithe ma-nqa
Umfuthwana
Ndingu manzi nzi
Zingcombolo
Zimboyoyo, sichith' imini
Lulwim' etywaleni
He lulwimi etywaleni mini
Zimbongolo
Ziyi tsho nono, kuchithwi imini
Lulwimi etywaleni
He lulwimi etywaleni mini
Zingcombolo
Zimboyoyo, sichith' imini
Lulwim' etywaleni
He lulwimi etywaleni mini
Zimbongolo
Ziyi tsho nono, kuchithwi imini
Lulwimi etywaleni
He lulwimi etywaleni mini
Heyi siyaphambana uyayi ndithola boss
Usezowu khomba umzi onotywala
Heyi six to six akulalwa bhoza
He xak' seku blind, he kublind bawo
Umna ndizezi zoyam'uthango
Xandisendi shagzile ndibangu uthando
Then ndiye urban, Charlie, Slovo
Bayandazi bhoza, he bayandazi bhoza
Bayandazi bhoza
Written by: David Bakker, Matthias Bakker, Siyabonga Radu, Siphamandla Fete

Footer Shazam

Seleziona lingua:
Google Play Store
Apple App Store
Chrome Web Store
Galaxy Store

Seguici

Loading...