Testi

Sikuyo indlela Yelizwe lobomi Ikhaya labantu Bahleli ngenyweba Nina ke nahluka KuThixo ngokona Nithini? Noya na? Noya na phezulu? Naka na ke moni Hayi, asikulahlile Simile umzuzwana, Jesus Simele kwawena Heyi, naka na ke moni Asikulahlile Eyi, simile umzuzwana Simele, simele kwawena Hey, nizoya (noya na?) Nizoya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) (Nithini? Noya na?) (Noya na phezulu?) Ndiyakuva, nyizoya na? (Noya na?) Hey, ekhay' ezulwini Kunezithembiso Hey, noya na? (Noya na?) (Nithini? Noya na?) (Noya na phezulu?) Hey, nizoya (noya na?) Nizoya na? (Noya na?) Nizoya na? (Noya na?) Nizoya na? (Noya na?) Yebo (nithini? Noya na?) Noya na? (Noya na phezulu?) Mina ndizohamba (nd'zohamba) Ndizohamba (nd'zohamba) Ndibulel' eNkosini (nd'zohamba) Kukhon' ubumnandi (nd'zohamba) Ekhay' ezulwini (ewe ke, ndohamba) (Ndisiya phezulu) (Ewe ke, ndohamba) (Ndisiya phezulu) (Ewe ke, ndohamba) (Ndisiya phezulu) Ndizohamba (nd'zohamba) Ndizohamba (nd'zohamba) Ndiculel' ekhay' ezulwini (nd'zohamba) Kukhon' uNowa (nd'zohamba) Kukhon' uJesu (ewe ke, ndohamba) (Ndisiya phezulu) Ewe ke, ndohamba (ewe ke, ndohamba) (Ndisiya phezulu) Ewe ke, ndohamba (ewe ke, ndohamba) (Ndisiya phezulu)
Writer(s): Lindelani Mkhize Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out