クレジット
PERFORMING ARTISTS
Ntando
Performer
Ntandokayise Bangani
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Ntandokayise Bangani
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Bongani Mahlaole
Producer
歌詞
Ndiyak'thanda Nandi ncel' utheth' inyani
Kangaphi ndoyik' ukukuxelela
Ndiyak'thanda Nandi ncel' utheth' inyani
Kangaphi ndoyik' ukukuxelela
Nandi yandibange eb'suku umzimb' ub'mhlungu
Ndlela le endikuncinga ngayo ungafun' ongowam
Nandi halaleli ilula eish
Iworse xa ndisazi ndodwa kuba ndiyakuk'thanda
Ingathi ndandisazi kusabanje
Engayazi uzaba ngumhlobo bam
Babe ndazile kwazi caleni
Ngendanditshilo Nandi ndathi kuwe
Ndiyak'thanda Nandi ncel' utheth' inyani
Kangaphi ndoyik' ukukuxelela
Ndiyak'thanda Nandi ncel' utheth' inyani
Kangaphi ndoyik' ukukuxelela
Intliziyo wam icel' uvuyo
Xa ndibona ubuso bakho
Ndicinga ngawe ubusuku nemini
Ndiphupha ngawe oh ingqondo ayisebenzi
Endingayi lindelalanga ukufeela the way
Oh the way, the way that I do
Endingayi lindelalanga ukufeela the way
Oh the way because I love you
Ndiyak'thanda Nandi ncel' utheth' inyani
Kangaphi ndoyik' ukukuxelela
Ndiyak'thanda Nandi ncel' utheth' inyani
Kangaphi ndoyik' ukukuxelela
Ndiyak'thanda Nandi ncel' utheth' inyani
Kangaphi ndoyik' ukukuxelela
Ndiyak'thanda Nandi ncel' utheth' inyani
Kangaphi ndoyik' ukukuxelela
Nam ndiyakuthanda
Thanda mama
Sukoyika
Theth' inyani
Oh utheth' inyani
Oh yeah
Ndiyak'thanda
Theth' inyani
Theth' inyani
Uyi ubundikhwelela yeah
Khwelela
Oh theth' inyani mama
Theth' inyani yeah yeah yeah yeah
Written by: Ntandokayise Bangani

