クレジット

PERFORMING ARTISTS
Umle
Umle
Performer
Siphamandla Fete
Siphamandla Fete
Performer
Siyabonga Radu
Siyabonga Radu
Performer
Tinotendaeshe Dambaneunga
Tinotendaeshe Dambaneunga
Performer
Sibusiso Lucky Matsoeneng
Sibusiso Lucky Matsoeneng
Performer
Nduduzo Makhathini
Nduduzo Makhathini
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Siphamandla Fete
Siphamandla Fete
Composer
Siyabonga Radu
Siyabonga Radu
Composer
Alt Blk
Alt Blk
Songwriter
Universal Music Pty Ltd
Universal Music Pty Ltd
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Nduduzo Makhathini
Nduduzo Makhathini
Producer

歌詞

Kudala ke ndambona
Ukuba uyazidla usweet heart
Lento ndiyiqwalasela ugqitha
Sibe sihleli kula kona
Ndazipha ixesha
Ndakhe ndayomringa usweet heart
Uthi une awti
Qha emehlweni akhe
Inyani ndiyayi bona
Uyatshona ,hayi uyatshoni
Hee uyatshona kwaye uyayibona
Uyatshona hayi uyatshona sisi
Ndibulela kwi nkosi indiphe lemini
Amazwi encothuka kolwam ulwimi
Ukuba bendine mpi
Ngendithethe quick
Uncumisa obo buso ayizo magics
Ndibe ndikuleqa ubalekele pha
Wena uzisa isthukthezi udlala
Engqondweni yam
Chorus
Babungayazi indlela omhle ngayo
Ndizokucacisela stru
Ndizokucacisela stru
Ndizokucacisela stru
Uzisa impilo kum
Nalama bhabhathane aphe suswini
Awaphumi tu
Awuphumi
Awaphumi stru
Please
Please sisi
Please marn
Khandithande
Ndithande sisi
Khandithande si
Ndithande sisi
Written by: Alt Blk, Siphamandla Fete, Siyabonga Radu, Universal Music Pty Ltd
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...