album cover
soze
ツアー中
album cover
00:00
00:05
00:15
00:20
01:45
01:55
02:20
02:25
03:25
00:00
04:04
過去7日
sozeは2 分 and 25 秒あたりで先週最も頻繁に発見された曲です

歌詞

Uthando ndalifundiswa nguwe
Abayaz' ukuba wandenzelani
Ndithi xa ndisiwa
Ndiphakamiswa nguwe
Uthi kum nguwe, nguw'ithemba lam
Ixesha liyahamba ngoku
Ndiyavuya lihamba nami nawe
Izinto ziyafika zihambe
Umhlaba uyabafihla bonk'abantu
Soze, soze ndikulibale
Soze, soze ndikulibale
Phambi' koba litshone ilanga
Mandibulele uThixo ngawe
Ixesha liyahamba ngoku
Kodwa ndiyavuya lihamba nami nawe
Lihamba nami nawe
Noba sendingekho kweli lizwe
Ndiwelele kweliny'icala
Oluthando soze luphele
Lona, lelona phakade
Soze, soze ndikulibale
Soze, soze ndikulibale
Written by: Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia-Paulo
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...