ミュージックビデオ

ミュージックビデオ

クレジット

PERFORMING ARTISTS
Marthe
Marthe
Performer
Pilani Bubu
Pilani Bubu
Performer
PRODUCTION & ENGINEERING
L'oreille en friche
L'oreille en friche
Producer

歌詞

Thixo akunangqaleko
Thixo akunangqibeko
Ukho eendaweni zonke
Ukho, ngamaxesha onke
Phaya ezinkwenkwezini
Ukho wena, ezulwini
Wab' ukade sel' ukhona
Xa zingekabikho zona
 
Zoda zigqibeke zonke
Kuthi tshabalala konkeeee
Aaaa'amen
Aaaa'amen
Aaaaa'amen
Aaaa'amen
Aaaamen amen
Amen, amen
Ameniii
()
Thixo akunangqaleko
Thixo akunangqibeko
Ukho eendaweni zonke
Ukho ngamaxesha onke
Phaya ezinkwenkwezini
Ukho Wena, ezulwini
Aaaamen
Amen Amen
Amen Amen
Wab' ukade sel' ukhona
Xa zingekabikho zona
Zoda zigqibeke zonke
Kuthi tshabalala konke
Ube Wena ungapheli
Ube, wena usahleli
Aaaamen amen
Aaaamen, amen
Aaaamen, amen
Amen amen
Amen amen
Ameniiiiii
Written by: Traditionnel
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...