album cover

Izenzo

63,169Dance2024
album cover
00:00
01:05
01:20
01:30
01:45
02:05
02:25
02:40
03:00
03:05
03:10
03:25
03:40
04:25
04:45
06:00
06:40
07:00
07:20
07:25
07:30
08:40
00:00
09:10
過去7日
Izenzoは2 分 and 40 秒あたりで先週最も頻繁に発見された曲です

ミュージックビデオ

ミュージックビデオ

歌詞

Uthando lokwenyani livus' ithemba
Ithemba ke lona alibulali, liyadanisa
Ndiwabonile amaphutha endiwenzile before
Sendikhulile, ndifundile kwizenzo za before
Ndikhe ndadlala ndadlala ndadlala
Bakhe bakhala bakhala bakhala
Send' survive umkhosi ongaka, sobe ndiphinde ndidlale
Ndikhe ndadlala ndadlala ndadlala
Bakhe bakhala bakhala bakhala
Send' survive umkhosi ongaka, sobe ndiphinde ndidlale (sobe ndiphinde ndidlale)
Aw nob' ungabathanda bonke
Aw nob' ungabafuna bonke
Uzof' uzamile
Awsoz' ubagqibe
Aw nob' ungabathanda bonke
Aw nob' ungabafuna bonke
Uzof' uzamile
Awsoz' ubagqibe
Aw nob' ungabathanda bonke
Aw nob' ungabafuna bonke
Uzof' uzamile
Awsoz' ubagqibe
Aw nob' ungabathanda bonke
Aw nob' ungabafuna bonke
Uzof' uzamile
Awsoz' ubagqibe
Awsoz' ubagqibe
Uzof' uzamile
Aw nob' ungabafuna bonke
Awsoz' ubagqibe
Awsoz' ubagqibe
Uzof' uzamile
Aw nob' ungabafuna bonke
Awsoz' ubagqibe
Ndikhe ndadlala ndadlala ndadlala
Bakhe bakhala bakhala bakhala
Send' survive umkhosi ongaka, sobe ndiphinde ndidlale
Ndikhe ndadlala ndadlala ndadlala
Bakhe bakhala bakhala bakhala
Send' survive umkhosi ongaka, sobe ndiphinde ndidlale
Awsoz' ubagqibe
Uzof' uzamile
Aw nob' ungabafuna bonke
Awsoz' ubagqibe
Awsoz' ubagqibe
Uzof' uzamile
Aw nob' ungabafuna bonke
Awsoz' ubagqibe
Written by: Khaka Yena, Zama Cameron Mbanga

Shazam フッター

言語を選択:
Google Play Store
Apple App Store
Chrome Web Store
Galaxy Store

フォローしてください

Loading...