クレジット

COMPOSITION & LYRICS
Nomabotwe Mtimkulu
Nomabotwe Mtimkulu
Songwriter
Edgar Kudakwashe Muza
Edgar Kudakwashe Muza
Songwriter
Mthokozisi Mabuza
Mthokozisi Mabuza
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Edgar Kudakwashe Muza
Edgar Kudakwashe Muza
Producer
Mthokozisi Mabuza
Mthokozisi Mabuza
Producer
Cornelius Poisat
Cornelius Poisat
Mixing Engineer

歌詞

Uwhoh nyanga whoh nyanga nyanga sicel'impilo kuwe
Uwhoh nyanga whoh nyanga nyanga sicel'impilo kuwe
Whow nyanga whow nyanga nyanga sicel'intsikelelo
Whow nyanga whow nyanga nyanga sicel'intsikelelo
Khawvulamawabo wemvakalelo usive isililo
Liyaphel'ilizwe umhlab'umile whowowowowo ncedani bo
Khawvula mawabo wemvakalelo usive isililo
Liyaphelilizwe umhlabumile whowowowowo ncedani bo
Whooow nyanga heyhe nyanga nyanga sicelimpilo
Whooow wo nyanga nyanga sicelimpilo kuwe
Kuvunguvunguza umoya amehlo agcwel'usizi
Heee kuvunguvunguza heee umoya amehlo agcweelusizi
Luyatshabala'uluntu oh nyanga siphe amandla okoyisa
Luyatshabalal'uluntu oh nyanga siphe amandla okoyisa
Nyanga nyanga nyanga sicel'impilo kuwe
Nyanga nyanga nyanga sicel'impilo kuwe
Nyanga nyanga nyanga sicel'intsikelelo
Whow nyanga whow nyanga nyanga sicel'intsikelelo
Written by: Edgar Kudakwashe Muza, Mthokozisi Lucas Mabuza, Nomabotwe Mtimkulu
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...