album cover
Hey Lord
4,750
Singer/Songwriter
Hey Lordは、アルバム『{albumName}』の一部として2025年10月31日にPlatoonによりリリースされましたYou Love Who You Love
album cover
リリース日2025年10月31日
レーベルPlatoon
メロディック度
アコースティック度
ヴァランス
ダンサビリティ
エネルギー
BPM

クレジット

PERFORMING ARTISTS
Wandile Mbambeni
Wandile Mbambeni
Acoustic Guitar, Band
Nomakhosi Mahlangu
Nomakhosi Mahlangu
Background Vocals, Band
Kgomotso Mathebe
Kgomotso Mathebe
Background Vocals, Band
Nelisiwe Kunene
Nelisiwe Kunene
Background Vocals, Band
COMPOSITION & LYRICS
Wandile Mbambeni
Wandile Mbambeni
Composer, Lyrics
PRODUCTION & ENGINEERING
Wandile Mbambeni
Wandile Mbambeni
Producer
Rogan Kelsey
Rogan Kelsey
Mastering Engineer
Clifford Machingaifa
Clifford Machingaifa
Recording Engineer, Vocal Producer, Co-Producer

歌詞

[Intro]
Ndicel’ undiphe amandla
Ndiyahluleka Sonini
Send'linde Wena qha Sonini
Kumnyama apha phandle
Khand’bize Qamata
Khand’bize Tata
I know you’ve been waiting
Waiting for my soul
Ndilapha
Mak’dede ubumnyama
Kuvele ukukhanya
Mak’dede ubumnyama
Kuvele ukukhanya
Ndidiniwe Somandla
[Verse 1]
Qamatha
Hey Lord
Can You hear me?
Ndityhafile Somandla
Qamatha
Hey Lord
Can You hear me?
Ndidiniwe Somandla
[Verse 2]
Khawuvele
Khawuvele Somandla
Kudala ndisebenza
Akuveli
Oh yini Sonini
Ndicel’uvele
Oh yini
Oh yini
Ndidiniwe Somandla
[Verse 3]
Qamatha
Hey Lord
Can You hear me?
Somandla Ndicel’uxolo
Qamatha
Hey Lord
Can You hear me?
Ndityhafile Somandla
[Verse 4]
Qamatha
Hey Lord
Can You hear me?
Somandla Ndicel’uxolo
Qamatha
Hey Lord
Can You hear me?
Ndidiniwe Somandla
[Verse 5]
Somandla ndicel'uxolo (Somandla ndicel'uxolo)
Somandla ndicel'uxolo (Somandla ndicel'uxolo)
Ndixolele Somandla
Ndixolele Sonini
[Outro]
Somandla Ndicel’uxolo (Undibizile)
Somandla Ndicel’uxolo
Somandla Ndicel’uxolo
Undibizile
Undibizile
Written by: Wandile Mbambeni
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...